Iindawo Zokurenta Inyanga ePuerto Escondido

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Puerto Escondido
IFLETHI OKANYE INDLU EKWICOMPLEX EPHOLILEYO EKWINDAWO ENT
28 Jun – 26 Jul
Yi$1 055 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Puerto Escondido
Beautiful Pool Bungalow nge-Starlink internet.
14 Jul – 11 Aga
Yi$1 780 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-123
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Hidalgo
Private Studio Apartment In The Center Of It All
14 Sep – 12 Okt
Yi$829 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-15
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Brisas de Zicatela
Ground Floor Garden Apartment, La Punta
8 Mey – 5 Jun
Yi$744 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-19

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePuerto Escondido

i-Playa Carrizalillobayi 75 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ibhishi Elikhulubayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Playa Coralbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hotel Suites Villasolbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
CHEDRAUI PUERTO ESCONDIDObayi 68 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Club de Playa Villasolbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.