Iindawo Zokurenta Inyanga eSanta María Huatulco

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Santa Cruz Huatulco
I-Las Palmas Santa Cruz Huatulco Apartment
9 Sep – 7 Okt
Yi$1 191 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-284
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Crucecita
ICondo Monarca. Ukuhlala kamnandi phakathi edolophini
9 Okt – 6 Nov
Yi$1 355 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-134
ISuperhost
Iflethi e-Bahías de Huatulco
I-condo kunye nepuli elunxwemeni lwabucala | Iinkonzo ezipheleleyo
3 Jun – 1 Jul
Yi$3 800 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Crucecita
Iflethi yakho wedwa netofotofo
14 Mey – 11 Jun
Yi$1 560 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-30

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.