Iindawo Zokurenta Inyanga ePuerto Viejo de Talamanca

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Puerto Viejo de Talamanca
Indlu yamaplanga yokuphola elwandle epholileyo
28 Sep – 26 Okt
Yi$998 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-199
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Puerto Viejo de Talamanca
Iimitha eziyi-100 ukusuka kwiFlethi engaselwandle ehlathini
4 Jun – 2 Jul
Yi$1 437 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-400
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Puerto Viejo de Talamanca
I-Studio Zena phumla, ucamngce kwaye wonwabele indalo!
25 Sep – 23 Okt
Yi$803 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-19
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Puerto Viejo de Talamanca
I-Casamindanao(apt Luzon)
25 Jun – 23 Jul
Yi$1 220 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-62

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePuerto Viejo de Talamanca

Tamarabayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isibhakabhaka sasePuerto Viejobayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Salsa Brava Barbayi 65 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hot Rocksbayi 40 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Koki Beach Restaurant Bar Loungebayi 88 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Soda Lidia's Placebayi 32 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.