Iindawo Zokurenta Inyanga eSan José

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Francisco
I-Loft to Love & studios eSan Jose (eSan Jose, eCosta Rica)
19 Jun – 17 Jul
Yi$687 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San José
I-Loft San Pedro, eSan Jose
5 Mat – 2 Epr
Yi$727 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-53
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-San Francisco
Iflethi okanye indlu ekwicomplex encinci e-Loft ukuze uyithande
12 Okt – 9 Nov
Yi$520 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-6
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Barrio Mexico
Minidepartamento ubicado en el corazón de San José
12 Mey – 9 Jun
Yi$590 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-48

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSan José

Iparke yeLa Sabanabayi 194 abantu basekuhlaleni abayincomayo
IStadium yaseNtshona Kolonibayi 62 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza ye-Culturebayi 53 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Icentral Parkbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mall San Pedrobayi 65 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Avenida Escazubayi 114 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.