Iindawo Zokurenta Inyanga ePutyl's'kyi district

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Marynychi
Indlu Encinci Phezulu
18 Epr – 16 Mey
Yi$528 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-31
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Vyzhnytsia
I-Blackcherry_ukraine_karpaty
26 Epr – 24 Mey
Yi$1 623 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Verkhnii Yaseniv
Itofotofo
15 Dis – 12 Jan
Yi$649 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Biloberizka
Indlu esemaphandleni yaseChichka eneentaba nehlathi ukusuka ebhedini
30 Mey – 27 Jun
Yi$1 951 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-33

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.