Iindawo Zokurenta Inyanga eQuezon City

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Quezon City
RA's Nest at Trees Residences
31 Aga – 30 Sep
Yi$282 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Quezon City
1 BR @ Grass Residents in QC with Wifi+ Netflix1
28 Okt – 25 Nov
Yi$441 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-95
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Quezon City
Indlu Entsha Encinci YaseScandinavia
8 Okt – 5 Nov
Yi$410 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Quezon City
Ikhaya lika-Angel @ utshani w/wifi LONGTERM
22 Okt – 19 Nov
Yi$441 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-6

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseQuezon City

SM City North EDSAbayi 54 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eastwood Mallbayi 68 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gateway Mallbayi 113 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Robinsons Galleria Ortigasbayi 146 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Quezon Memorial Circlebayi 153 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ali Mallbayi 63 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.