Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eRainbow City

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Anniston
Indlu Esemaphandleni Epholileyo
24 Jul – 21 Aga
Yi$1 244 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-371
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Gadsden
I-Gem efihlakeleyo kwi-Broad eDowntown Gadsden
28 Aga – 25 Sep
Yi$3 746 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-185
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Steele
Holiday Rambler @ Steele Magnolia - Vintage Tiny
22 Aga – 19 Sep
Yi$1 336 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-17
Ithandwa zindwendwe
Indawo yokuhlala e-Gadsden
Imizuzu Yokuya Echibini ukusuka Kwidolophu!
3–31 Aga
Yi$2 331 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-18

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRainbow City

The Factorybayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Little Bridge Marinabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Capeside Fish Companybayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.