Iindawo Zokurenta Inyanga eRajouri Garden

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-New Delhi
Ikhaya ElitofotofoStay kunye negumbi leYoga kunye nesidlo sakusasa
17 Mey – 14 Jun
Yi$569 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-123
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-New Delhi
Amakhaya kaJimmy - eNew Delhi
28 Jul – 25 Aga
Yi$1 743 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-260
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-New Delhi
Istudiyo segumbi labucala esahlukanisiweyo eDelhi entsha
24 Mat – 21 Epr
Yi$764 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-162
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-New Delhi
Igumbi lokulala eliyi-1 Indawo Yokuhlala Enoshukela embindini weDelhi
15 Epr – 13 Mey
Yi$710 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-48

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.