Iindawo Zokurenta Inyanga eRamapo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Suffern
Indawo Yehlathi Ehlaziyiweyo Enepuli Nendawo Yokubasa Umlilo
3–31 Mey
Yi$2 411 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Suffern
Isitudiyo sabucala w/Ikhitshi elipheleleyo kunye nebhafu
14 Aga – 11 Sep
Yi$3 493 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Suffern
Iindlela zokunyuka intaba zisuka emnyango!
17 Okt – 14 Nov
Yi$3 905 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Dobbs Ferry
Igumbi elincinci elitofotofo kwikhaya le-1828 Dobbs Ferry.
26 Okt – 23 Nov
Yi$1 309 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-296

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRamapo

Walmartbayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ramapo Valley County Reservationbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
State Line Dinerbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mt. Fuji Japanese Steakhousebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dater Mountain Nature Parkbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rhodes North Tavernbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.