Iindawo Zokurenta Inyanga eRamara

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Washago
I-Floral Park Inn ~ I-Washago ☆☆Extended yokuhlala☆☆
28 Aga – 25 Sep
Yi$2 243 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-166
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kawartha Lakes
"Uxolo" lwase-Eden -- Igumbi lokulala elikwikhaya lasemaphandleni
18 Epr – 18 Mey
Yi$1 409 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-373
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Orillia
I-Sunshine City 's Serenity - 2 BDRM
21 Mat – 18 Epr
Yi$1 917 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-23
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Orillia
I-Maple Leaf Retreat, Waterfront Escape In Orillia
14 Epr – 14 Mey
Yi$2 161 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-23

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRamara

Casino Rama Resortbayi 196 abantu basekuhlaleni abayincomayo
McRae Point Provincial Parkbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yeMarabayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lagoon City Parkbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tim Hortonsbayi 38 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Centennial Parkbayi 61 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Canada
  3. Ontario
  4. Simcoe County
  5. Ramara
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga