Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eRamat David

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Timrat
Iloft entle kwindalo
20 Nov – 18 Dis
Yi$2 426 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Timrat
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle eM
25 Epr – 23 Mey
Yi$2 647 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-307
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Ramat Yishay
Iflethi Enomtsalane Ekwintliziyo YeValley
10 Sep – 8 Okt
Yi$1 660 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113
ISuperhost
Ifama e-Sde Ya'akov
Igumbi lokubuka iindwendwe elizolileyo eMoshav Shomer Shabbat
16 Okt – 13 Nov
Yi$1 702 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.