Iindawo Zokurenta Inyanga eRamsgate

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Margate
Indlu esemaphandleni yokuziphekela kwikhaya labucala
2–30 Jan
Yi$659 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Port Shepstone
Isitudiyo esinamagumbi aliqela, kwimizuzu eyi-5 ukusuka elunxwemeni
14 Epr – 12 Mey
Yi$575 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Southbroom
I-San Lameer Villa 2821
14 Jan – 11 Feb
Yi$1 550 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Marina Beach
I-Seaview Cottage Freddy eMarina Beach
3 Nov – 1 Dis
Yi$1 450 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRamsgate

Hibiscus Mall Centrebayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pick n Pay Margate Liquor Storebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Capannina Italian Restaurant - Ramsgatebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Woolworths Hibiscus Mallbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Margate Mini Coach & Airport Servicesbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Netcare Margate Hospitalbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.