Iindawo Zokurenta Inyanga eRancho Cerro Colorado

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Baja California Sur
I-Penthouse 502 Sunset > I-Dorado Hills<
4 Aga – 1 Sep
Yi$4 689 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-153
ISuperhost
Iflethi e-San José del Cabo
I-Penthouse 501 Sunrise >I-Dorado Hills<
20 Jun – 18 Jul
Yi$4 826 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-San José del Cabo
I-Casa Del Mar Golf Beach kunye ne-Spa Deluxe 1 Igumbi lokulala
23 Jul – 20 Aga
Yi$3 896 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127
ISuperhost
Iflethi e-LOS CABOS, SAN JOSÉ DEL CABO
I-Casa "VIDA"
30 Epr – 28 Mey
Yi$2 822 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-29

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.