Iindawo Zokurenta Inyanga eRancho Viejo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tulum
I-wifi Ekhawulezayo!! Iofisi Yasekhaya eTulum!!
13 Epr – 11 Mey
Yi$701 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-tulum
Indlu Yedolophu yaseVeleta
16 Mey – 13 Jun
Yi$914 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tulum
Isitudiyo sabucala eTulum. Ijimu, i-Spa kunye nokunye.
8 Mey – 5 Jun
Yi$1 265 ngenyanga
ISuperhost
Inqugwala e-Tulum
Izibini ezithandanayo i-Eco-Cabana kwiJungle Retreat #5
5 Epr – 3 Mey
Yi$500 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRancho Viejo

Gran Cenotebayi 410 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cenote Zacil-Habayi 66 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cenote Santa Cruz Tulumbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cenote Zemwaybayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rivera's Kitchen Tulumbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cenote Tortugabayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.