Iindawo Zokurenta Inyanga eRichland

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Pasco
Umatshini Wokuhlamba/Wokomisa iRiesling Loft W
7 Jul – 4 Aga
Yi$1 768 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Benton City
Igadi yeediliya
26 Jun – 24 Jul
Yi$2 229 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Richland
Beautiful Richland - Suite A
22 Epr – 20 Mey
Yi$2 088 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Richland
I-Quaint Cottage kufuphi neKadlec, PNNL, & Hanford.
9 Okt – 6 Nov
Yi$1 946 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRichland

Howard Amon Parkbayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Toyota Centerbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Costco Wholesalebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Columbia Center Mallbayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Texas Roadhousebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Olive Garden Italian Restaurantbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.