Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eRobinson

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Robinson
Indawo Epholileyo Kufuphi neWaco, iMagnolia, neBaylor
18 Nov – 16 Dis
Yi$1 786 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-234
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Lorena
Izindlu zamaplanga zaseLevi Country - Phola, Uphumle, Nandipha
9 Mey – 6 Jun
Yi$1 858 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-160
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Robinson
Intle & Cozy Tiny House Minutes to Downtown Waco!
30 Okt – 27 Nov
Yi$3 411 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-198
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Lorena
Indlu Encinci ethe cwaka eWoods (akukho mali yokucoca)
4 Dis – 1 Jan
Yi$1 843 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-548

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRobinson

Central Texas Marketplacebayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chuy'sbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tejun The Texas Cajunbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Saltgrass Steak Housebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Los Cucos Mexican Cafebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walk-On'sbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.