Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDallas

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Irving
Irving Cottage- DFW Airport/Dallas
17 Jul – 14 Aga
Yi$1 467 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Dallas
I-Carriage House
1–29 Mey
Yi$1 340 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Garland
Studio / Efficiency A. With private bath & kitchen
24 Nov – 22 Dis
Yi$926 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dallas
1/1 condo kufutshane nabo bonke abakwindawo entle (ecaleni)
25 Okt – 24 Nov
Yi$2 091 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDallas

Galleria Dallasbayi 277 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Aquarium yaseDallas Worldbayi 485 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fair Parkbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
NorthPark Centerbayi 597 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dallas Zoobayi 350 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Dallas Arboretum and Botanical Gardenbayi 710 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.