Iindawo Zokurenta Inyanga eRock Township

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-St. Louis
IiHollbergs, iibhedi eziyi-2, kufutshane nazo zonke ii-hwy ezinkulu.
25 Nov – 23 Dis
Yi$1 272 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-334
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Barnhart
3 Igumbi lokulala Ranch By Grassy Field w/ Laundry & Deck
19 Dis – 16 Jan
Yi$2 114 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-259
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Imperial
I-Greenhouse Inn
4 Mat – 1 Epr
Yi$2 639 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Imperial
I-Serenity Log Inn - Log Out and Log Inn to Serenity
30 Jul – 27 Aga
Yi$3 062 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-306

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.