Iindawo Zokurenta Inyanga eRockaway

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Jefferson
Ichibi iHopatcong Indlu Yamaplanga Enamagumbi Amabini
14 Dis – 11 Jan
Yi$2 385 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-356
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Andover
Indlu Yamaplanga Enkulu Encinci
29 Okt – 26 Nov
Yi$2 476 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-348
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Morristown
Indlu Yeendwendwe Yabucala
8 Feb – 8 Mat
Yi$2 803 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-148
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Jefferson
I-Lake Hopatcong Getaway Cabin
26 Jan – 23 Feb
Yi$3 102 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-294

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRockaway

Thai Nam Phetbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Exchangebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rockaway Lanes Incbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.