Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eRockledge

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Philadelphia
Isitudiyo sale mihla kwisitrato esinembali yabantu abahamba ngeenyawo
9 Mey – 10 Jun
Yi$1 272 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-112
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Philadelphia
Umsebenzi wale mihla nofudumeleyo Ukusuka Ekhaya 1 Igumbi Lokulala Lokuqala Iflethi
22 Jan – 23 Feb
Yi$1 914 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-148
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Wyncote
Private, cozy tiny house in peaceful setting
19 Epr – 17 Mey
Yi$1 659 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-124
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Philadelphia
Yonke iflethi okanye indlu ekwicomplex, igumbi lokulala eliyi-1 nendawo yokungena yabucala.
16 Epr – 14 Mey
Yi$1 952 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-26

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRockledge

Austrian Village Bar & Restaurantbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Moonstruckbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Twisted Monkey Yoga Studiobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.