Iindawo Zokurenta Inyanga eRocky Gap

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Bluefield
Indlu Esemaphandleni Engasemanzini
1–29 Okt
Yi$2 106 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-166
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Blacksburg
Igumbi Elihle
25 Feb – 25 Mat
Yi$1 156 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-261
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Bluefield
Ikhaya elifumaneka lula phakathi kweBlfd nePrinceton
30 Aga – 27 Sep
Yi$3 022 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Bluefield
Indlu Eyakhiwe Ngamaplanga Emdaka (Ifama) - I-Bluefield West Virginia
2–30 Okt
Yi$4 237 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-163

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.