Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eRocky Hill

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Glastonbury
Isakhiwo sabucala esikhethekileyo kwindawo enembali
11 Mat – 8 Epr
Yi$3 885 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-New Britain
Icocekile, Izolile kwaye Ikhuselekile w/Izinto onokuzisebenzisa!
13 Mat – 10 Epr
Yi$2 417 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Berlin
Ukubona Ichibi Indawo Yokuphumla Kwi-Central CT
28 Jan – 25 Feb
Yi$1 900 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-West Hartford
Newly Updated Unit 6
13 Okt – 10 Nov
Yi$2 699 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRocky Hill

Red Lobsterbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
McDonald'sbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wood-n-Tapbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Buffalo Wild Wingsbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wendy'sbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ruth's Chris Steak Housebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.