Iindawo Zokurenta Inyanga eRocky Mount

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rocky Mount
Itofotofo, ecocekileyo nge-Intanethi engenazintambo
8 Dis – 5 Jan
Yi$2 565 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Pittsville
Beka eLeesville Lake e-Bedford County VA
4 Dis – 1 Jan
Yi$1 604 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-153
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Callaway
I-Walnut Hills Farm
5 Aga – 2 Sep
Yi$2 543 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-168
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Floyd
Indlu kaMax 's- Indlu Epholileyo Kwifama YaseBwagenarkway
6 Feb – 6 Mat
Yi$2 179 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-214

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRocky Mount

Harvester Performance Centerbayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Buddy's BBQbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Rio Mexican Grillbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ippy's Restaurantbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rocky Mount Burger Companybayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.