Iindawo Zokurenta Inyanga eRodia

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Messina
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi amathathu enebhokisi
4 Jan – 1 Feb
Yi$1 215 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Villa San Giovanni - Cannitello
Casa sul Stretto (Cod F00119-080096-AAT-00003)
6 Jun – 4 Jul
Yi$2 277 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
ISuperhost
Ikhaya leholide e-Messina
"I-Colori di Sicilia" ikhaya leholide - istudiyo
19 Jan – 16 Feb
Yi$952 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-25
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Messina
I-Villa "Il Giglio di mare"
25 Sep – 23 Okt
Yi$2 101 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-25

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRodia

Ritrovo La Scalabayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Oasi 2000bayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Da Caterinabayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.