Iindawo Zokurenta Inyanga eRosario

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Centro
Umgangatho obalaseleyo nendawo
15 Aga – 12 Sep
Yi$354 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Centro
Iquka iGaraji kunye nesidlo sakusasa Wamkelekile
5 Dis – 2 Jan
Yi$414 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Centro
Luminoso mono ambiente, ubicación céntrica.
16 Okt – 13 Nov
Yi$364 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Centro
I-New Studio Apt. Indawo yedolophu yaseRosario.
13 Jan – 10 Feb
Yi$428 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseRosario

Alto Rosario Shoppingbayi 68 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isakhiwo saseNtshona Koloni Rosariobayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke ye-Alembayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Puerto Nortebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Monument ye-Historic National Flagbayi 140 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Stadium yaseMarcelo Bielsabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.