Iindawo Zokurenta Inyanga eSanta Fe

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Santa Fe
Iflethi okanye indlu ekwicomplex es
30 Epr – 28 Mey
Yi$732 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Santa Fe
Isitudiyo sanamhlanje eBv. kunye nendawo ye-UNL enepuli
15 Jul – 12 Aga
Yi$535 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-EKA
Iflethi entle netofotofo edolophini
10 Feb – 10 Mat
Yi$479 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-19
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Santa Fe de la Vera Cruz
Comodidad y estilo superior céntrico con cochera
16 Nov – 14 Dis
Yi$368 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSanta Fe

La Ribera Shoppingbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Costanera Santa Febayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Stadium Brigadier General Estanislao Lópezbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cinemark Santa Febayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Casino Santa Febayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Istadion 15 de Abrilbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.