Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint-Alexis

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Crabtree
I-NID etofotofo
9 Sep – 7 Okt
Yi$1 604 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Sainte-Marie-Salomé
I-Le Centaure Tourisme Québec # 302573
8 Sep – 6 Okt
Yi$1 904 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-200
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Sainte-Julienne
umnikazi
30 Okt – 27 Nov
Yi$2 415 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-475
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint-Côme
Le pinson (CITQ 309348)
8 Epr – 6 Mey
Yi$882 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.