Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint-André-de-Lancize

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Vebron
ukuhlala endaweni ethe cwaka
22 Jan – 19 Feb
Yi$994 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-369
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Saint-Étienne-Vallée-Française
I-Letoutpetator
11 Nov – 9 Dis
Yi$1 316 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-197
Ithandwa zindwendwe
Indawo yokuhlala e-Saint-Germain-de-Calberte
La roulotte Cévenole
4 Dis – 1 Jan
Yi$1 645 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-116
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Saint André de Lancize
I-yurt yeCevenole
29 Aga – 26 Sep
Yi$1 783 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-151

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.