Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint-Antoine-sur-Richelieu

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Crabtree
I-NID etofotofo
11 Jan – 8 Feb
Yi$1 598 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Saint-Charles-sur-Richelieu
Isiqwenga sezulu kufuphi neMontreal
26 Sep – 24 Okt
Yi$3 204 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-150
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-L'Assomption
Isitudiyo esikhanyayo esinendawo yokupaka esimahla 304210
6 Dis – 3 Jan
Yi$1 223 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-16
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lanoraie
I-La Maison Faust (1860) CITQ #311323
30 Mey – 27 Jun
Yi$1 713 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-19

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSaint-Antoine-sur-Richelieu

IGA Marche Desmaraisbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pizz Contrecoeurbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
L'Antoinettebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Château St-Antoinebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pâtisserie De La Maison De Pierrebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Maison nationale des Patriotesbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.