Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint-Bonnet-le-Courreau

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Montbrison
Iziko le-studio elikhulu ville
15 Aga – 12 Sep
Yi$656 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Saint-Bonnet-le-Courreau
UMoulin Jean Florentin
24 Nov – 22 Dis
Yi$1 874 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-51
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Olliergues
I-Studio Malou, entsha kunye nethala
27 Aga – 24 Sep
Yi$546 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-55
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Montbrison
Iflethi okanye indlu ekwicomplex encinci ezimeleyo
20 Epr – 18 Mey
Yi$654 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-63

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSaint-Bonnet-le-Courreau

I-Steshini ye-Chalmazelbayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Auberge de Garnierbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Moulin des Massonsbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.