Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint-Chinian

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Vieussan
Indlu yamatye ye-Tradionnal kwi-hamlet
14 Dis – 11 Jan
Yi$1 434 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Narbonne
I-Narbonne: appartement T2
6 Epr – 4 Mey
Yi$653 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Saint-Chinian
Indlu kaHenri emthunzini weWisteria
5 Epr – 3 Mey
Yi$1 239 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Assignan
Joli loft lumineux neuf avec terrasse et jardinet
1–29 Okt
Yi$1 308 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSaint-Chinian

Café Restaurant de la Paixbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Intermarché Contact et Drivebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Castigno Château & Villagebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant La Tablebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Maison des Vins de Saint-Chinianbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Petite Table - Bistrot & Grillbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Occitanie
  4. Hérault
  5. Saint-Chinian
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga