Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint Marys City

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lexington Park
Iflethi yakho wedwa enekhitshi elincinci
3 Feb – 3 Mat
Yi$1 477 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-186
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lexington Park
Iflethi Ezingasemanzini Ethandekayo Impela-veki
15 Feb – 15 Mat
Yi$2 263 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-304
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Saint Inigoes
Historic St.Mary's City at the Lazy Bear Cottage
12 Sep – 10 Okt
Yi$2 247 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-292
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-California
Indlu Esemaphandleni Encinci Epholileyo
31 Jul – 28 Aga
Yi$2 341 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-186

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSaint Marys City

Historic St. Mary's Citybayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
St. Mary's College of Marylandbayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Historic St Mary's City Visitor Centerbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.