Iindawo Zokurenta Inyanga eSaint Paul's

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint Paul's
I-Luxury, i-Georgian Apartment yangoku
20 Okt – 17 Nov
Yi$2 981 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Bristol
Indlu Yomqeqeshi eClifton Village
11 Dis – 8 Jan
Yi$1 648 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-City of Bristol
Ivulekile & Iflethi Yangoku Kwindawo Yesixeko
20 Sep – 18 Okt
Yi$3 002 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Redcliffe
Indawo yokufihla esembindini wesixeko yale mihla
9 Okt – 6 Nov
Yi$2 530 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSaint Paul's

Lakotabayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Canteenbayi 102 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Bristolianbayi 57 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hamilton Housebayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Caribbean Croftbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Crafty Eggbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.