Iindawo Zokurenta Inyanga eSannae-myeon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Ayeong-myeon, Namweon
I-Jirisan Galgyegol 1
17 Okt – 14 Nov
Yi$1 143 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Mundeok-myeon, Boseong-gun
Hanok Hlala kwindlu endala apho unokuziva unomoya omdala ~ Indlu isasazwa kwi-EBS Architecture *
28 Jun – 26 Jul
Yi$1 044 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-224
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Sandong-myeon, Gurve
검화당 노고마루
11 Jun – 9 Jul
Yi$1 918 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-365
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Masan-myeon, Gurve
Hlala kwi-Seomjin River House
29 Jun – 27 Jul
Yi$1 312 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-285

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.