Iindawo Zokurenta Inyanga eSanta Cruz, Seville, Casco Antiguo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Casco Antiguo
Iflethi kwiziko lembali- VFT/SE/00056
4 Dis – 1 Jan
Yi$1 570 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-338
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Casco Antiguo
I-CENTRAL AND COZY KUFUPHI NECATHEDRAL. I-VFT/SE/03165
25 Jul – 22 Aga
Yi$1 194 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-171
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Santa Cruz
Indlu eqaqambileyo nethuleyo ecaleni kwePuerta Jerez
16 Aga – 13 Sep
Yi$2 503 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-355
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Santa Cruz
Iphindwe kabini enomtsalane kwingingqi yaseSanta Cruz.
21 Dis – 18 Jan
Yi$3 305 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-238

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSanta Cruz, Seville, Casco Antiguo

Ikhethidrali ye-Sevillebayi 1 048 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Alcázar ye-Royal e-Sevillebayi 883 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Giraldabayi 412 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Barrio Santa Cruzbayi 118 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Archive ye-Indiabayi 228 abantu basekuhlaleni abayincomayo
AIRE Ancient Baths Sevillabayi 77 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Spain
  3. Andalusia
  4. Seville Region
  5. Seville
  6. Santa Cruz
  7. Iindawo Zokurenta Inyanga