Iindawo Zokurenta Inyanga eSanta Fé

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu enevaranda e-Ciudad de La Habana
Iparadesi encinci eHavana!!
19 Aga – 16 Sep
Yi$2 346 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-247
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Havana
D´Dany. Area of 23rd and 12th
18 Nov – 16 Dis
Yi$501 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-124
ISuperhost
Indlu e-Havana
I-Maison Champagne, e-La Habana, e-Cuba
9 Mey – 6 Jun
Yi$4 848 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-160
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Havana
I-VILLA ELIMAR
30 Jan – 27 Feb
Yi$5 315 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-146

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.