Iindawo Zokurenta Inyanga eSanta Maria del Camí

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bunyola
Iflethi okanye indlu ekwicomplex edityaniswe nekhaya
28 Jan – 25 Feb
Yi$1 274 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-148
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Santa Maria del Camí
Indlu yelizwe iCa 's Xeremier
24 Dis – 21 Jan
Yi$3 777 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-109
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Santa Maria del Camí
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eseMallorca
1–29 Nov
Yi$8 460 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-168
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Binissalem
Indlu yeConco Llorenç (Binissalem) - L14102
19 Sep – 17 Okt
Yi$3 027 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-144

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSanta Maria del Camí

Imarike yeSanta Mariabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurante Pizzería Celler Sa Sinibayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ca'n Cannolibayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fellinibayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant 19 by Livingdreamsbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eroskibayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.