Iindawo Zokurenta Inyanga eSant'Eusebio, Cinisello Balsamo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cinisello Balsamo
Yila iflethi ekufutshane neMilan!
4 Mat – 1 Epr
Yi$1 659 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-135
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Sesto San Giovanni
Appartamento 40mq. Sesto San Giovanni
13 Okt – 12 Nov
Yi$1 292 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-22
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sesto San Giovanni
I-MM Sesto Rondò iflethi enamagumbi amabini
11 Jun – 9 Jul
Yi$1 270 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-38
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cinisello Balsamo
Ibhrendi entsha nethuleyo "Jupiter"
9 Nov – 7 Dis
Yi$2 004 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-30

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.