Iindawo Zokurenta Inyanga eSchoolcraft Township

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Chassell
I-Kerban 's Overlook
4 Dis – 1 Jan
Yi$1 509 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Calumet Township
Uhambo Olukhuselekileyo
7 Nov – 5 Dis
Yi$2 426 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-236
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Allouez Township
Indlu encinci ekuthiwa yi-Little Brown
28 Okt – 25 Nov
Yi$2 176 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-123
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Calumet Township
Float Copper Unit 2
19 Mat – 16 Epr
Yi$1 809 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSchoolcraft Township

Loading Zone IIbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Toni's Country Kitchenbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Drive-Thru Depotbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Miners' Cafebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Louie's Fresh Marketsbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Denali Restaurantbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.