Iindawo Zokurenta Inyanga eSemarang

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu engasemva e-Semarang Selatan
Indlu entsha eyi-2BR iziko lesixeko i-wifi i-tv amanzi ashushu i-6C
2–30 Mey
Yi$415 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Semarang Selatan
3BR indlu entsha embindini wesixeko i-AC Wifi Hotwater 6A
10 Sep – 8 Okt
Yi$887 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-193
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Kota Semarang
I-Graha Padma 3 Indlu yegumbi lokulala
5 Nov – 3 Dis
Yi$1 392 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-229
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Semarang
I-MG SUITES APT AMAGUMBI AMA-3,INDAWO YE-COZY&STRATEGIC
13 Mey – 10 Jun
Yi$1 676 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-235

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSemarang

Lawang Sewubayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kota Lama Semarangbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Simpang Lima Semarangbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Simpang Limabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Java Mallbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ciputra Mall Semarangbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.