Iindawo Zokurenta Inyanga eYogyakarta

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kecamatan Depok
I-RuangRindu1 Studio kufuphi neNgingqi Ephilayo, Intaba yeMboniselo
26 Epr – 24 Mey
Yi$341 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-123
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kecamatan Depok
(S12) Umfundi Iflethi +IWIFI + INTAMBO yeTV + IPULI EPHEZU KOPHAHLA
31 Mey – 28 Jun
Yi$355 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-58
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Yogyakarta
Student Castle Apartment Jogja. Mount Merapi view.
10 Okt – 7 Nov
Yi$261 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-13
ISuperhost
Indlu engasemva e-Gamping
Rumah Jambon - Kamar Eyang
15 Mat – 12 Epr
Yi$256 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-27

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseYogyakarta

Malioboro Jogjakartabayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Malioboro Mallbayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pasar Beringharjobayi 89 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Ambarrukmobayi 67 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Gembira Loka Zoobayi 38 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stasiun Yogyakartabayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.