Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eShire of Dandaragan

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Jurien Bay
I-Cosy Fisherman 's Cottage Pet Friendly
12 Okt – 9 Nov
Yi$2 540 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-262
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Jurien Bay
I-Bluewater B & B ~ "Ndise elwandle"
2–30 Jun
Yi$3 751 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-291
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Jurien Bay
iNDiOCEAN Beach Shack
28 Jan – 25 Feb
Yi$3 918 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Jurien Bay
IBay Shack eFlorida The Beach embindini weDolophu
5 Aga – 2 Sep
Yi$3 612 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-134

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.