Iindawo Zokurenta Inyanga eShreveport

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Shreveport
Indlu esemaphandleni ekuthiwa yiSunset Lake
16 Nov – 14 Dis
Yi$2 095 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Shreveport
Ekunene Off Line Ave 1 Ibhedi 1 Ibhafu
12 Aga – 9 Sep
Yi$1 961 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Greenwood
Phola kweli gumbi labucala likufutshane neShreveport
18 Mey – 15 Jun
Yi$1 939 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Shreveport
Ikhaya elicocekileyo, eliphumlayo eliyi-2 legumbi lokulala kunye neVintage Charm
21 Dis – 18 Jan
Yi$1 983 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseShreveport

Margaritaville Resort Casinobayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Horseshoe Bossier Citybayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Aquarium ye-Shreveportbayi 50 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Boomtown Casino Hotelbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mall St. Vincentbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Louisiana Boardwalkbayi 43 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.