Iindawo Zokurenta Inyanga eTyler

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Tyler
I-Brick Street Bungalow Garage Apartment
4 Jun – 2 Jul
Yi$1 442 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Tyler
Tyler Rose - great patio, medical district
30 Epr – 28 Mey
Yi$2 798 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Bullard
Iti emnandi kunye neRose - I-Quaint Cottage eBullard, TX
5 Nov – 3 Dis
Yi$2 448 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Lindale
Ikhaya elihle lale mihla elitsha leendwendwe kwi-2 Acres
2–30 Jan
Yi$1 720 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTyler

Broadway Squarebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Village at Cumberland Parkbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Caldwell Zoobayi 60 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Times Square Grand Slambayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bergfeld Parkbayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Tyler Rose Gardenbayi 57 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. United States
  3. ETexas
  4. Smith County
  5. Tyler
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga