Iindawo Zokurenta Inyanga eSibiu

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Sibiu
I-Papiu 9A
10 Jan – 7 Feb
Yi$751 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sibiu
Indawo kaTurily 3 - kufutshane neziko ledolophu kunye neevenkile
14 Epr – 12 Mey
Yi$862 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-203
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sibiu
Indawo kaTurily 1 - kufutshane nombindi wesixeko kunye nevenkile
22 Epr – 20 Mey
Yi$890 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-271
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sibiu
Indawo kaTurily 4 - kufutshane nombindi wesixeko kunye nevenkile
9 Epr – 7 Mey
Yi$781 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-133

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.