Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSofia

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sofia
Iflethi etofotofo eCentral Sofia
29 Nov – 27 Dis
Yi$792 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-София
Indawo epholileyo ecaleni kwedolophu. I-20 sq. m. ithala
6 Epr – 4 Mey
Yi$814 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sofia
Apartment close to the city
7 Jul – 4 Aga
Yi$646 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Oborishte
Iflethi entle embindini weSofia
29 Okt – 26 Nov
Yi$731 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSofia

I-Center ye-Paradisebayi 153 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bulgaria Mallbayi 48 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Serdika Centerbayi 151 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sofia Ring Mallbayi 54 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mall of Sofiabayi 141 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Borisova Gradinabayi 202 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.