Iindawo Zokurenta Inyanga eBansko

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bansko
Home sweet home
16 Epr – 14 Mey
Yi$353 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Bansko
Penthouse with Balcony in Bansko, Gondola Area
2–30 Okt
Yi$626 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bansko
Ibhedi entle kufuphi neGondola
14 Mat – 11 Epr
Yi$560 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Bansko
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekufutshane ne-ski-lift
18 Nov – 16 Dis
Yi$333 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBansko

Bansko Gondola Ski Liftbayi 33 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kempinski Hotel Grand Arena Banskobayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant Victoria Banskobayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ginger Bar & Dinnerbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Igumbi leNkazimulobayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Queens pub Banskobayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.