Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSpodnje Gorje

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Žirovnica, Slovenia
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eneBalcony neTerrace
6 Nov – 4 Dis
Yi$1 570 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zirovnica, Slovenia
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eneeBhalkoni eziyi
22 Nov – 20 Dis
Yi$1 811 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Bled, Slovenia
Igumbi likaGabriel elinekhitshi eliphandle elinamaxesha amane
3–31 Dis
Yi$2 226 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bled
Iflethi okanye indlu ekwicomplex Brunko 1
26 Nov – 24 Dis
Yi$1 451 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSpodnje Gorje

Soteska Vintgarbayi 127 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ejga Kavarna-Restavracija-Pub Edvin Karahodžić s.p.bayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jesenice stationbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.