Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSpringfield

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Springfield
I-Connecticut River-Cozy Cottage
25 Dis – 22 Jan
Yi$1 618 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Springfield
Ifama Iflethi okanye indlu ekwicomplex. 3 bedr, 2 ibhafu, i-intanethi engasetyenziswayo
9 Jun – 7 Jul
Yi$2 494 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Weathersfield
Iloft eTeathersfield
11 Sep – 9 Okt
Yi$2 191 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Uvimba e-Chester
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekuthiwa yi-studio ngasentla kuvimba eV
25 Jul – 22 Aga
Yi$2 552 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSpringfield

Black Rock Steakhousebayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Springfield Cinemas 3bayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Springfield Royal Dinerbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Shaw'sbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Riverside Restaurantbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Sumner Housebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.