Iindawo Zokurenta Inyanga eSpruce Pine

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Spruce Pine
Indlu Yamaplanga Encinci YaseSwitzerland
23 Feb – 23 Mat
Yi$1 691 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-158
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Spruce Pine
“House in the Woods” a private basement apartment
18 Jul – 15 Aga
Yi$2 343 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Marion
Isitudiyo se-Deep Woods
13 Jul – 10 Aga
Yi$1 273 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-100
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Spruce Pine
I-Bungalow yokuphumla kwiNtliziyo ye-Spruce Pine, NC!
30 Okt – 27 Nov
Yi$3 242 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-150

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSpruce Pine

Ingles Marketsbayi 38 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 39 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Western Sizzlinbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gem Mountain Gemstone Minebayi 47 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hef's Restaurantbayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Tropical Grillbayi 32 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.